Unakekelo lwaphambi kokubeleka (uhlukuhlo)

Unakekelo lwaphambi kokubeleka (phambi kokubeleka)

Unakekelo lwaphambi kokubeleka lubhekisele kunakekelo lwezonyango nelokongiwa kwabasetyhini ngexesha bekhulelwe. Iinjongo zonakekelo lwaphambi kokubeleka kukubona kwangethuba naziphi na iingxaki ezinokuvela kulowo ukhulelweyo.

Iinkonzo zonakekelo lwaphambi kokubeleka (uhlukuhlo) zifumaneka simahla kwiikliniki zoluntu zikarhulumente.

Fumana ulwazi oluthe vetshe malunga nonakekelo lwaphambi kokubeleka okanye qhagamshelana neSebe lezeMpilo kule nombolo: 012 395 8000.

 

 

Share this page