Faka isicelo sobuxhakaxhaka bokuncedisa

Ubuxhakaxhaka bokuncedisa ziznto ezingasetyenziswa ngabantu abakhubazekileyo ukubancedisa ukuzenzela izinto ngcono. Ubuxhakaxhaka obuqhelekileyo zizitulo zenamavili, iintonga zokuhamba nobuxhakaxhaka bokuncedisa ukuva ngedlebe.

Fumana ulwazi malunga nobuxhakaxhaka bokuncedisa okanye qhagamshelana neSebe Lezempilo ku 012 395 8000.

 

Share this page